AmaSebe kaRhulumente abambisene ukulwa ukukhulelwa kwabafundi besikolo

Author: Pumzile Ludidi
Date: 27/07/2023

ISebe lezeMfundo libambisene namanye amaSebe kaRhulumente abandakanya kuwo eleZophuhliso lezeNtlalo , elezeMpilo, elezaMapolisa, elezeNkokheli zeMveli, kwa kunye namanye amaSebe azimeleyo abambe Indaba enjongo zayo ikukulwa nokusiphula neengcambu ukukhulelwa kwabantwana ezikolweni.

Le Indaba ibanjelwe e-Nolitha Special School, eMount Allyif phantsi ko Masipala i-Alfred Nzo West.

Le ngingqi yenye yeendawo uphando lweSebe lezeMfundo elufumanise ukuba inezinga eliphezulu lokukhulelwa kwabafundi ezikolweni.

Kungeso eli Sebe LezeMfundo libone kubalulekile ukuba lifinyeze imibhinqo likrwece oogxa balo kuxukushwe kuxoxwe ze kuziwe nezisombululo zale ngxubakaxaka.

#phambiliNgemfundo
#dleKoxinizelelo
#Bonke ndabethu.

Select Language


This website uses cookies

This website uses cookies to improve user experience. By using our website you consent to all cookies in accordance with our Cookie Policy.

Powered by CookieJar

This website uses cookies

PRIVACY PREFERENCE CENTER

Cookies are small text files that are placed on your computer by websites that you visit. Websites use cookies to help users navigate efficiently and perform certain functions. Cookies that are required for the website to operate properly are allowed to be set without your permission. All other cookies need to be approved before they can be set in the browser.


You can change your consent to cookie usage at any time on our Privacy Policy page.
We also use cookies to collect data for the purpose of personalizing and measuring the effectiveness of our advertising.
For more details, visit the Google Privacy Policy.

Strictly necessary cookies


Performance cookies


Marketing cookies


Functional cookies


Analytic cookies


Powered by CookieJar